2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Isaya 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa. Hoseya 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abayi kuqhubeka behlala elizweni likaYehova,+ yaye uEfrayim makabuyele eYiputa,+ eAsiriya baya kudla oko kungahlambulukanga.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa.
3 Abayi kuqhubeka behlala elizweni likaYehova,+ yaye uEfrayim makabuyele eYiputa,+ eAsiriya baya kudla oko kungahlambulukanga.+