2 Kumkani 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+ Hoseya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+
10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+
16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+