Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ 1 Kumkani 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye uSolomon wayenamashumi amane amawaka ezitali zamahashe+ eenqwelo zakhe+ nabakhweli-mahashe abalishumi elinesibini lamawaka.
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
26 Yaye uSolomon wayenamashumi amane amawaka ezitali zamahashe+ eenqwelo zakhe+ nabakhweli-mahashe abalishumi elinesibini lamawaka.