IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’

  • 2 Samuweli 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye uDavide wathimba kuye iwaka elinamakhulu asixhenxe labakhweli-mahashe namashumi amabini amawaka amadoda ahamba ngeenyawo;+ waza uDavide wawanqumla imisipha+ onke amahashe atsala iinqwelo,+ kodwa washiya kuwo amahashe alikhulu atsala iinqwelo.

  • 1 Kumkani 10:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwaye ngamnye wayesizisa isipho sakhe,+ impahla yesilivere+ nempahla yegolide nezambatho nezikrweqe+ neoli yebhalsam, amahashe neemeyile,+ minyaka le.+

  • 2 Kronike 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Babenyusa baze bathumele ngaphandle kweYiputa inqwelo ngamaqhosha esilivere angamakhulu amathandathu nehashe ngekhulu namashumi amahlanu; leyo yindlela ababesenza ngayo bonke ookumkani bamaHiti nookumkani baseSiriya.+ Kwakusetyenziswa bona ukuthumela ngaphandle.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share