Isaya 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+ Habhakuki 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Khangelani, phakathi kweentlanga, nize nondele, nijongane nimangalisiwe.+ Yithini manga; kuba kukho umsebenzi ubani awenzayo ngemihla yenu, eningayi kuwukholelwa nangona ubaliswa.+
21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+
5 “Khangelani, phakathi kweentlanga, nize nondele, nijongane nimangalisiwe.+ Yithini manga; kuba kukho umsebenzi ubani awenzayo ngemihla yenu, eningayi kuwukholelwa nangona ubaliswa.+