Isaya 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+ Isaya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ngoko ke, yabona, ndinguLowo uya kwenza kwakhona ngokumangalisayo kwesi sizwana,+ ngendlela emangalisayo nangento emangalisayo; yaye ubulumko babantu baso abazizilumko bumele butshitshe, nokuqonda kwabantu baso abaziingqondi kuya kuzifihla.”+ IZenzo 13:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+
21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+
14 ngoko ke, yabona, ndinguLowo uya kwenza kwakhona ngokumangalisayo kwesi sizwana,+ ngendlela emangalisayo nangento emangalisayo; yaye ubulumko babantu baso abazizilumko bumele butshitshe, nokuqonda kwabantu baso abaziingqondi kuya kuzifihla.”+
41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+