Isaya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+ Hoseya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+ ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+ ISityhilelo 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kanjalo, kwaphuma ilizwi etroneni lathi: “Mdumiseni uThixo wethu, nonke nina makhoboka+ akhe, amoyikayo, abo bancinane nabakhulu.”+
13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+
5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
5 Kanjalo, kwaphuma ilizwi etroneni lathi: “Mdumiseni uThixo wethu, nonke nina makhoboka+ akhe, amoyikayo, abo bancinane nabakhulu.”+