11 Yaye umele uthi kuwo, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Ngendlela efanayo ndiya kusiqhekeza esi sizwana nesi sixeko njengoko ubani eqhekeza isitya sombumbi kangangokuba singaphindi sikwazi ukulungiswa;+ yaye eTofete+ baya kungcwaba kude kungabi sabakho ndawo yakungcwaba.”’+