Isaya 30:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+ Yeremiya 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.
33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+
6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.