-
Isaya 30:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Kwaye ngokuqinisekileyo umntu uya kuluqhekeza njengokuqhekeza ingqayi enkulu yababumbi,+ ityunyuzwe ibe ziingceba ubani engayiyeki, kangangokuba akunakufunyanwa phakathi kweengceba zayo ezityumkileyo iceba lengqayi ekunokuthatyathwa ngalo umlilo eziko okanye lokungcwenga amanzi endaweni engumgxobhozo.”+
-