IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 87:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Yaye kuya kuthiwa ngeZiyon:

      “Bonke bazalelwa kuyo.”+

      Kwaye Oyena Uphakamileyo+ uya kuyimisela ngokuqinileyo.+

  • Isaya 62:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 62 Ngenxa yeZiyon andiyi kuthi cwaka,+ nangenxa yeYerusalem+ andiyi kuzola de ubulungisa bayo buphume njengokuqaqamba,+ nosindiso lwayo njengesikhuni somlilo esivuthayo.+

  • Yeremiya 31:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+

  • Zekariya 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Memeza ngokubhekele phaya, uthi, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Izixeko zakowethu zisaya kuphuphuma ukulunga;+ ibe ngokuqinisekileyo uYehova usaya kuzisola ngeZiyon+ yaye okunene usaya kukhetha iYerusalem.”’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share