IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukumkani wahlabela mgama wayalela uHilekiya+ umbingeleli omkhulu nababingeleli abakuluhlu lwesibini nabagcini-mnyango+ ukuba bakhuphe etempileni kaYehova zonke iimpahla ezazenzelwe uBhahali+ nesibonda esingcwele+ nawo wonke umkhosi wamazulu.+ Wandula ke wazitshisela ngaphandle kweYerusalem kwintsimi yaseKidron,+ waza uthuli lwazo waluzisa eBheteli.+

  • 2 Kronike 34:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokubhekele phaya, badiliza phambi kwakhe izibingelelo+ zikaBhahali;+ neziganga+ zeziqhumiso ezibe ziphezu kwazo wazigawula kuzo; nezibonda ezingcwele+ nemifanekiso eqingqiweyo+ nemifanekiso etyhidiweyo wayiqhekeza yaziingceba waza wayicola yangumgubo,+ wafefa ngayo phezu kwendawo yokungcwabela abo babebingelela kuzo.+

  • Zekariya 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share