-
Isaya 30:26INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
26 Nokukhanya kwenyanga ehlangeneyo kumele kube njengokukhanya kwelanga eliqaqambileyo; yaye kona kanye ukukhanya kwelanga eliqaqambileyo kuya kuphindwa kasixhenxe, njengokukhanya kweemini ezisixhenxe,+ ngemini yokubopha kukaYehova ukuwa+ kwabantu bakhe aze aphilise+ kwanenxeba elikhulu elibangelwe kukubethwa nguye.
-