IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku abantu baba njengabantu abakhalazela ububi ezindlebeni zikaYehova.+ Wathi akukuva oko uYehova, wavutha ngumsindo, wavutha nomlilo kaYehova waza watshisa abathile eziphelweni zenkampu.+

  • Isaya 5:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kungenxa yoko le nto umsindo kaYehova uvutha ebantwini bakhe, yaye uya kusolula isandla sakhe nxamnye nabo aze ababethe.+ Neentaba ziya kuphazamiseka,+ nezidumbu zabo ziya kuba njengenkunkuma phakathi kwezitrato.+

      Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.

  • Nahum 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UYehova nguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo+ nophindezelayo; yekaYehova impindezelo+ nengqumbo.+ UYehova uyaziphindezela kwiintshaba zakhe,+ yaye uyazicaphukela iintshaba zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share