IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Abantu ababuyelanga kuLowo ubabethayo,+ yaye abamfunanga uYehova wemikhosi.+

  • Isaya 64:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.

  • Daniyeli 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaMoses,+ yonke le ntlekele—isifikele,+ yaye asimbongozanga uYehova uThixo wethu ngokubuya kwisiphoso sethu,+ siqiqe ngenyaniso yakho.+

  • Hoseya 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bashushu, bonke, njengeziko, yaye bayabaqwenga abagwebi babo. Ookumkani babo bonke bawile;+ akakho namnye kubo omemezayo kum.+

  • Amosi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuba utsho uYehova ukuthi kuyo indlu kaSirayeli, ‘Ndifuneni,+ niqhubeke niphila.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share