Isaya 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abantu ababuyelanga kuLowo ubabethayo,+ yaye abamfunanga uYehova wemikhosi.+ Isaya 64:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu. Yeremiya 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akubanga luncedo ukubabetha kwam oonyana benu.+ Abayithabathanga ingqeqesho.+ Ikrele lenu libaqwengile abaprofeti benu, njengengonyama eyonakalisayo.+ Yeremiya 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+
7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.
30 Akubanga luncedo ukubabetha kwam oonyana benu.+ Abayithabathanga ingqeqesho.+ Ikrele lenu libaqwengile abaprofeti benu, njengengonyama eyonakalisayo.+
3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+