Isaya 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nonke nina bemi belizwe elinemveliso+ nani bahlala emhlabeni, niya kubona umbono kanye njengaxa kuphakanyiswa umqondiso ezintabeni,+ yaye niya kuva isandi kanye njengaxa kuvuthelwa isigodlo.+
3 Nonke nina bemi belizwe elinemveliso+ nani bahlala emhlabeni, niya kubona umbono kanye njengaxa kuphakanyiswa umqondiso ezintabeni,+ yaye niya kuva isandi kanye njengaxa kuvuthelwa isigodlo.+