INdumiso 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Bonke abasemhlabeni mabamoyike uYehova.+Bonke abemi bomhlaba onemveliso mabothuke ngenxa yakhe.+ INdumiso 96:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+ IMizekeliso 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 ndichulumanca kwilizwe elinemveliso lomhlaba wakhe,+ nezinto endazithandayo zazikoonyana babantu.+ Isaya 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Simithi, sibe neentlungu zokubeleka;+ ngokungathi kunjalo, sizele umoya. Akukho lusindiso lokwenene silufezileyo ngokubhekisele kwilizwe eli,+ yaye akukho bemi belizwe elinemveliso bazelweyo.+ IZililo 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ookumkani bomhlaba nabo bonke abemi belizwe elinemveliso abazange bakholwe+Ukuba kungafika utshaba nomchasi emasangweni aseYerusalem.+
13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+
31 ndichulumanca kwilizwe elinemveliso lomhlaba wakhe,+ nezinto endazithandayo zazikoonyana babantu.+
18 Simithi, sibe neentlungu zokubeleka;+ ngokungathi kunjalo, sizele umoya. Akukho lusindiso lokwenene silufezileyo ngokubhekisele kwilizwe eli,+ yaye akukho bemi belizwe elinemveliso bazelweyo.+
12 Ookumkani bomhlaba nabo bonke abemi belizwe elinemveliso abazange bakholwe+Ukuba kungafika utshaba nomchasi emasangweni aseYerusalem.+