INdumiso 107:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ilizwe elineziqhamo libe leletyuwa,+Ngenxa yobubi babo bahlala kulo. Isaya 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiza kusitshabalalisa.+ Asiyi kuthenwa, singayi kuhlakulwa.+ Yaye simele simile ityholo elinameva nokhula;+ namafu ngokwawo ndiya kuwayalela ukuba anganisi mvula phezu kwaso.+
6 Ndiza kusitshabalalisa.+ Asiyi kuthenwa, singayi kuhlakulwa.+ Yaye simele simile ityholo elinameva nokhula;+ namafu ngokwawo ndiya kuwayalela ukuba anganisi mvula phezu kwaso.+