Isaya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Ngaloo mini yonk’ indawo eyayifudula inewaka lemidiliya, exabisa amaqhosha esilivere aliwaka,+—iya kuba yeyamatyholo anameva nokhula.+ Isaya 32:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Emhlabeni wabantu bam kuphuma ameva,+ amakhakakhaka, kuba akuzo zonke izindlu zemigcobo, ewe, idolophu enochulumanco olukhulu.+ Hebhere 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ukuba uvelisa ameva nenkunzane, uyagatywa, uqalekiswe;+ uze uphelele ekutshisweni.+
23 “Ngaloo mini yonk’ indawo eyayifudula inewaka lemidiliya, exabisa amaqhosha esilivere aliwaka,+—iya kuba yeyamatyholo anameva nokhula.+
13 Emhlabeni wabantu bam kuphuma ameva,+ amakhakakhaka, kuba akuzo zonke izindlu zemigcobo, ewe, idolophu enochulumanco olukhulu.+