INdumiso 94:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba isigwebo siya kubuyela kulo ilungisa,+Yaye bonke abo bathe tye entliziyweni baya kusilandela. Isaya 42:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuba norhatyazo okanye atyunyuzwe ade amise okusesikweni emhlabeni;+ kwaye iziqithi ziya kuhlala zilindele umthetho wakhe.+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Tito 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 busiyalela ukuba sizilumle kuko ukungabi nabuthixo+ nakwiminqweno yehlabathi+ size siphile ngengqondo ephilileyo nangobulungisa nangozinikelo lobuthixo+ phakathi kwale nkqubo yezinto yangoku,+ 2 Petros 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+
15 Kuba isigwebo siya kubuyela kulo ilungisa,+Yaye bonke abo bathe tye entliziyweni baya kusilandela.
4 Akayi kuba norhatyazo okanye atyunyuzwe ade amise okusesikweni emhlabeni;+ kwaye iziqithi ziya kuhlala zilindele umthetho wakhe.+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
12 busiyalela ukuba sizilumle kuko ukungabi nabuthixo+ nakwiminqweno yehlabathi+ size siphile ngengqondo ephilileyo nangobulungisa nangozinikelo lobuthixo+ phakathi kwale nkqubo yezinto yangoku,+
13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+