Isaya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+ Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+
7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+