Isaya 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kuya kuthi xa uYehova enqumla wonke umsebenzi wakhe eNtabeni yeZiyon naseYerusalem, ndenze kuphendulwe ngesiqhamo sokusa kwentliziyo kakumkani waseAsiriya nokuzigwagwisa ngokuphakama kwamehlo akhe.+ Mateyu 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+
12 “Kuya kuthi xa uYehova enqumla wonke umsebenzi wakhe eNtabeni yeZiyon naseYerusalem, ndenze kuphendulwe ngesiqhamo sokusa kwentliziyo kakumkani waseAsiriya nokuzigwagwisa ngokuphakama kwamehlo akhe.+
2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+