INdumiso 46:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Iintlanga ziyaxokozela,+ izikumkani ziyadilika;Wavakalisa ngelizwi lakhe, umhlaba wanyibilika.+ INdumiso 68:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 Makasukume uThixo,+ iintshaba zakhe mazichithachithwe,+Abo bamthiye kakhulu mabasabe ngenxa yakhe.+ Isaya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+
68 Makasukume uThixo,+ iintshaba zakhe mazichithachithwe,+Abo bamthiye kakhulu mabasabe ngenxa yakhe.+
13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+