IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+

  • Yoweli 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Mazivuseleleke iintlanga zize zinyuke ziye entilini yakwaYehoshafati;+ kuba ndiya kuhlala apho ukuze ndigwebe zonke iintlanga ezijikelezileyo.+

  • Zefaniya 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ngoko ke hlalani nilindele kum,’+ utsho uYehova, ‘de ibe yimini yokuvuka kwam ukuba ndithimbe,+ kuba isigwebo sam kukuhlanganisa iintlanga,+ kukuba ndiqokelele ndawonye izikumkani, ukuze ndithululele kuzo isiqalekiso sam,+ wonke umsindo wam ovuthayo; kuba umhlaba wonke uya kuqwengwa ngumlilo wenzondelelo yam.+

  • Zekariya 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “UYehova ngokuqinisekileyo uya kuphuma aye kulwa imfazwe nezo ntlanga+ njengakwimini yokwenza kwakhe imfazwe, ngemini yokulwa.+

  • Roma 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share