IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 21:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Amehlo akhe aya kukubona ukuxhwaleka kwakhe,

      Yaye uya kusela umsindo kaSomandla.+

  • INdumiso 75:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+

      Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.

      Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;

      Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+

  • Isaya 51:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Vuka, vuka, sukuma Yerusalem,+ wena uyiseleyo esandleni sikaYehova indebe yomsindo wakhe.+ Usele indebe engenamqheba, indebe ebangela ukuhexa, uyifincile.+

  • Yeremiya 25:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 nabo bonke ookumkani basemntla abakufuphi nabakude, omnye emva komnye, nazo zonke ezinye izikumkani zomhlaba eziphezu komhlaba; nokumkani waseSheshaki+ uya kusela emva kwabo.

  • ISityhilelo 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 uya kusela kwiwayini yomsindo kaThixo egalelwa ingaphithikezwanga kwindebe yengqumbo yakhe,+ yaye uya kuthuthunjiswa+ ngomlilo nesalfure+ emehlweni eengelosi ezingcwele nasemehlweni eMvana.

  • ISityhilelo 16:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share