IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 73:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Bayagxeka baze bathethe okubi;+

      Ngokuqhatha bathetha ngesimbo esiphakamileyo.+

  • Hezekile 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+

  • Malaki 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Amazwi enu ebeqatha nxamnye nam,”+ utsho uYehova.

      Nathi ke nina: “Sithethe sathini nxamnye nawe?”+

  • Mateyu 12:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ndithi ke kuni, lonke ilizwi elingamampunge abalithethayo abantu, baya kuphendula+ ngalo ngeMini Yomgwebo;

  • Yuda 15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ukuza kuphumeza umgwebo nxamnye nabo bonke,+ nokuza kubafumanisa benetyala bonke abangenabuthixo ngokuphathelele zonke izenzo zabo ezingezozabuthixo abazenzayo ngendlela engeyoyabuthixo, nangokuphathelele zonke izinto ezothusayo aboni abangenabuthixo abazithetha nxamnye naye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share