IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kuba ndazi kakuhle ukuba emva kokufa kwam niya kuzonakalisa ngenene,+ niphambuke ngokuqinisekileyo endleleni endiniyalele ngayo; nize ke eneneni nehlelwe yintlekele+ ekupheleni kwemihla, ngokuba niya kwenza ububi emehlweni kaYehova ukuba nimcaphukise ngemisebenzi yezandla zenu.”+

  • 2 Kumkani 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+

  • 2 Kronike 36:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+

  • Isaya 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share