INdumiso 146:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uvula amehlo eemfama;+UYehova uphakamisa abo baqubudileyo;+UYehova uthanda abo bangamalungisa.+ Isaya 42:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ndiya kuhambisa iimfama endleleni ezingayazanga;+ ndizinyathelise endleleni ezingayazanga.+ Ndiya kuyijika indawo emnyama phambi kwazo ibe kukukhanya,+ nendawo emagqagala ibe ngumhlaba othe tyaba.+ Ezi zizinto endiya kuzenzela zona, yaye andiyi kuzishiya.”+ Mateyu 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwaye amehlo azo abona. Ngaphezu koko, uYesu waziyala kabukhali, esithi: “Qinisekani ukuba akukho bani uya kukwazi oku.”+
8 UYehova uvula amehlo eemfama;+UYehova uphakamisa abo baqubudileyo;+UYehova uthanda abo bangamalungisa.+
16 Ndiya kuhambisa iimfama endleleni ezingayazanga;+ ndizinyathelise endleleni ezingayazanga.+ Ndiya kuyijika indawo emnyama phambi kwazo ibe kukukhanya,+ nendawo emagqagala ibe ngumhlaba othe tyaba.+ Ezi zizinto endiya kuzenzela zona, yaye andiyi kuzishiya.”+
30 Kwaye amehlo azo abona. Ngaphezu koko, uYesu waziyala kabukhali, esithi: “Qinisekani ukuba akukho bani uya kukwazi oku.”+