Isaya 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+ Mateyu 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kodwa wabayala ngokungqongqo ukuba bangamvezi;+ Marko 1:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+ Luka 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+
2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+
44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+
14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+