Duteronomi 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Akukubona oku uYehova, akabanga saba nantlonelo ngabo,+Ngokuqunjiswa ngoonyana bakhe neentombi zakhe. Yeremiya 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ‘Sicaphukisa mna na?’ utsho uYehova.+ ‘Asizicaphukisi sona na, ngenjongo yokuhlazisa ubuso baso?’+ Yeremiya 50:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+ 1 Korinte 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Okanye “simenza abe nekhwele na uYehova”?+ Asomelelanga ngakumbi kunaye,+ andibi kunjalo?
19 Akukubona oku uYehova, akabanga saba nantlonelo ngabo,+Ngokuqunjiswa ngoonyana bakhe neentombi zakhe.
19 ‘Sicaphukisa mna na?’ utsho uYehova.+ ‘Asizicaphukisi sona na, ngenjongo yokuhlazisa ubuso baso?’+
29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+