2 Kumkani 18:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.
37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.