Isaya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+ Isaya 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu,+ noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya bezikrazule izambatho zabo,+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.+
3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+
22 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu,+ noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya bezikrazule izambatho zabo,+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.+