2 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+ Mateyu 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Yeha wena, Korazin! Yeha wena, Bhethesayida!+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni yayenzeke eTire naseSidon, ngezaziguquke kwakudala zihleli emarhonyeni naseluthuthwini.+
19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+
21 “Yeha wena, Korazin! Yeha wena, Bhethesayida!+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni yayenzeke eTire naseSidon, ngezaziguquke kwakudala zihleli emarhonyeni naseluthuthwini.+