4 Mhlawumbi uYehova uThixo wakho uya kuweva+ onke amazwi kaRabheshake, lowo ukumkani waseAsiriya inkosi yakhe yamthumela ukuba angcikive+ uTHIXO ophilayo, yaye uya kumphendulisa ngamazwi awevileyo uYehova uThixo wakho.+ Umele uthandaze+ ngenxa yentsalela+ efumanekayo.’”