4 Mhlawumbi uYehova uThixo wakho uya kuweva amazwi kaRabheshake,+ lowo ukumkani waseAsiriya inkosi yakhe yamthumela ukuba angcikive+ uTHIXO ophilayo, yaye uya kumphendulisa ngamazwi awavileyo uYehova uThixo wakho.+ Umele uthandaze+ ngenxa yentsalela efumanekayo.’”+