2 Kronike 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wathumela ingelosi+ yaza yatshayela onke amakroti, amadoda anamandla+ nenkokeli nentloko enkampini kakumkani waseAsiriya,+ kangangokuba wabuyela emva ehlazekile waya elizweni lakhe. Kamva wangena endlwini yothixo wakhe yaye abathile ababephume ezibilinini zakhe bamwisa ngekrele.+ Isaya 37:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
21 UYehova wathumela ingelosi+ yaza yatshayela onke amakroti, amadoda anamandla+ nenkokeli nentloko enkampini kakumkani waseAsiriya,+ kangangokuba wabuyela emva ehlazekile waya elizweni lakhe. Kamva wangena endlwini yothixo wakhe yaye abathile ababephume ezibilinini zakhe bamwisa ngekrele.+
38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.