2 Kumkani 18:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+ Isaya 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+
35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+
13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+