IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+

  • Isaya 36:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngako oko uRabheshake wathi kubo: “Khanincede, nithi kuHezekiya, ‘Utsho ukumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya,+ ukuthi: “Uthembele ngantoni na?+

  • Isaya 36:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+

  • Nahum 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yintoni na eniya kuyicinga nxamnye noYehova?+ Utshabalalisa kuthi tu.

      Akuyi kuvuka ukubandezeleka isihlandlo sesibini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share