IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku musani ukukhohliswa+ nguHezekiya okanye anilukuhle+ ngale ndlela musani ukumkholelwa, kuba akukho thixo walo naluphi na uhlanga okanye ubukumkani obunako ukuhlangula abantu babo esandleni sam nasesandleni sookhokho bam. Wobeka phi ke lo Thixo wenu ukungabi nako ukunihlangula esandleni sam!’”+

  • INdumiso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+

      Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+

      Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+

  • Isaya 37:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+

      Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+

      Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+

      Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+

  • Daniyeli 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke ukuba nithe ngoku nalungela ukuthi xa nisiva isandi sesigodlo, nesempempe, nesekitare, nesohadi olunxantathu, nesomrhubhe, nesempempe enengxowa, nesazo zonke iintlobo zezixhobo zomculo,+ niwe phantsi ninqule umfanekiso endiwenzileyo, kolunga. Kodwa ukuba aninquli, ngawo lo mzuzu niya kuphoswa ezikweni elivutha umlilo. Yaye nguwuphi na uthixo onokunihlangula ezandleni zam?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share