Duteronomi 32:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+ 1 Samuweli 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+ Hezekile 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+
27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+
22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+
22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+