24 Waza ukumkani wayalela ukuba kuziswe la madoda omeleleyo ayemangalele uDaniyeli,+ baza bawaphosa emhadini weengonyama,+ wona noonyana bawo nabafazi bawo;+ yaye bathi bengekafiki nasezantsi emhadini, zabaganga iingonyama, zawanqwamza onke amathambo abo.+