IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 33:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wandula ke akholiswe nguye aze athi,

      ‘Mkhulule angehli aye emhadini!+

      Ndifumene intlawulelo!+

  • INdumiso 16:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba akuyi kuwushiya eShiyol umphefumlo wam.+

      Akuyi kumvumela onyanisekileyo wakho abone umhadi.+

  • INdumiso 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+

      Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+

  • Isaya 38:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;

      Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+

      Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+

  • IZenzo 2:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 wabona kwangaphambili waza wathetha ngovuko lukaKRISTU, okokuba engazange ashiywe eHadesi nenyama yakhe ingazange ibone konakala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share