Nehemiya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa,+ ecaleni kwakhe walungisa elinye icandelo elilinganisiweyo malunga nendawo enyukayo ngakwiNdawo Yokugcina Izikrweqe kuDonga Olungaphandle.+ Isaya 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 yaye umntu uya kushenxisa umkhusane wakwaYuda. Kwaye uya kukhangela ngaloo mini kwindawo yokugcina izikrweqe+ kwindlu yehlathi,+
19 UEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa,+ ecaleni kwakhe walungisa elinye icandelo elilinganisiweyo malunga nendawo enyukayo ngakwiNdawo Yokugcina Izikrweqe kuDonga Olungaphandle.+
8 yaye umntu uya kushenxisa umkhusane wakwaYuda. Kwaye uya kukhangela ngaloo mini kwindawo yokugcina izikrweqe+ kwindlu yehlathi,+