IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile.

  • 2 Kumkani 25:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Iintsika+ zobhedu ezazisendlwini kaYehova, neenqwelwana+ nolwandle lobhedu+ olwalusendlwini kaYehova, amaKhaledi aluqhekeza lwaziingceba baza ubhedu lwazo baluthwala balusa eBhabhiloni.+

  • 2 Kronike 36:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni.

  • Yeremiya 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ngokuphathelele izitya eziseleyo endlwini kaYehova nasendlwini kakumkani wakwaYuda naseYerusalem, ukuthi,+

  • Yeremiya 52:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iintsika zobhedu+ zendlu kaYehova neenqwelwana+ nolwandle+ lobhedu olwalusendlwini kaYehova amaKhaledi aziqhekeza aza aluthwalela eBhabhiloni lonke ubhedu lwazo.+

  • Daniyeli 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share