IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 51:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+

  • Yohane 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Musa ukuba noloyiko, ntombi yaseZiyon. Khangela! Ukumkani wakho uyeza,+ ehleli phezu kwenkonyana le-esile.”+

  • Filipi 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 yaye ningothuswa ngabo bamelene nani.+ Oku kububungqina bentshabalalo kubo, kodwa obosindiso kuni;+ yaye nguThixo omisele ukuba kube njalo,

  • 1 Petros 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa kwanokuba niyabandezeleka ngenxa yobulungisa, ninoyolo.+ Noko ke, into eyoyikwayo ngabo musani ukuyoyika,+ ningaphazamiseki nokuphazamiseka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share