Yeremiya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo. Hezekile 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.
6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+