INdumiso 37:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Umthetho kaThixo wakhe usentliziyweni yakhe;+Amanyathelo akhe akayi kuhexa.+ INdumiso 119:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiligcine entliziyweni yam ilizwi lakho,+Ukuze ndingakoni.+ Yeremiya 31:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ 2 Korinte 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+
33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+