Isaya 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Yoweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UYehova uya kuba nenzondelelo ngelizwe lakhe+ yaye uya kubonisa imfesane ngabantu bakhe.+
6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+