INdumiso 92:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abo batyalwe endlwini kaYehova,+Ezintendelezweni zoThixo wethu,+ baya kutyatyamba. Isaya 37:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye abo basindileyo bendlu kaYuda, abo baseleyo,+ ngokuqinisekileyo baya kumila ingcambu phantsi baze bavelise isiqhamo phezulu.+ Isaya 60:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+ Yeremiya 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+ Hoseya 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.
31 Kwaye abo basindileyo bendlu kaYuda, abo baseleyo,+ ngokuqinisekileyo baya kumila ingcambu phantsi baze bavelise isiqhamo phezulu.+
22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+
19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+
5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.